Village Scribe Association vzw.

Umbutho wophuhliso lolwazi oluphezulu nophuhliso kunxibelelwano kwezochwephesho

 

Amathunga Ethu Onxibelelwano

Ikhaya Lalombutho

Undlunkulu e-Europe:

    Maenrot 29

    3190 Boortmeerbeek

    Belgium

Uluhlu Lwembalelwano

Ukuba unomdla wokuqukwa kuluhlu lwembalelwano lwethu, nceda uqhagamishelane nathi:



Iphephandaba

Ukuba unomdla wokuthunyelwa iphephandaba lwethu, nceda uqhagamishelane nathi:



i-Wiki

Cofa ufunde ngayo i-Wiki.


Ubuhlobo Nezikolo

Ukuba unomdla kubuhlobo esibakha kunye nezikolo, nceda uqhagamishelane nathi:




Iminikelo

Sinombulelo omkhulu nangayo nayiphi na iminikelo, umzekelo imali nokuba ingakanani na, amancedo ngezandla okanye izinto (umzekelo: ii-camera ezindala ezisasebenzayo) impahla yendlu, njalonjalo. Ukuba ufuna ukwenza isipho, nceda unxibelelane nathi:




Iinkcukhacha zogcino-mali

Igama lomzi: Argenta

Idilesi yomzi: Dorpplaats 9, B-3190, Boortmeerbeek, Belgium

Igama lokugcina: Village Scribe Assoc

Inombolo IBAN: BE75 9794 2617 4151

BIC code: ARSPBE22


Isebe elise-Afrika:

    9 Florence Street

    Grahamstown

    6139

    Rep. of South Africa

Iqumrhu Lolawulo

Ugqirha u-Anna Wertlen (umhlali ngaphambili)

u-Amanda McPhail (unobhala)

uJan Baekelandt (unongxowa)




Intlanganiso Yabaphathi

Iqumrhu lolawulo kunye no-Ronald Wertlen kwakunye no-Christoph Flügge we-VSA badibana kwintlanganiso ngomhla we-18 ku-July ka-2009 e-The Hague ukuzokuxoxa ngendlela uMbutho wabaMmeli beLali mawusebenze ngayo. Sicwangcisa indlela eya phambili njengokuba imfuno zalombuthu usakhasayo zomsebenzi we-ofisi selezigqityiwe yaye ngoku owona msebenzi wenyani ungaqalisa. Sizakuqhubekeka ngokwenza uluhlu sinxibelelani nee-project ezisinika umdla kunye nabalingane kwi-wiki yethu. Sizakuba sijonge ukwenza isicelo se-project kunye nomlingane kwelicandelo lotshintshiselwano ngezenkcubeko, uphuhliso kunye nezemfundo xa unyaka usiya ekupheleni.


Intlanganiso Yoseko

i-VSA ibhaliswe ngokusesikweni kubalawuli baseBelgium.  Funda  kabanzi  >>